Eksodus 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wathi uYehova kuye: “Ngubani na owenze umlomo womntu nowenze isimumu okanye isithulu okanye obona kakuhle okanye imfama? Asindim na, mna Yehova?+ Yeremiya 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova ke wolula isandla sakhe waza wachukumisa ngaso umlomo wam.+ Wandula ke uYehova wathi kum: “Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.+ Mateyu 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 kuba asinini abathethayo, kodwa ngumoya kaYihlo othetha ngani.+ Luka 12:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba umoya oyingcwele+ uya kunifundisa kanye ngelo lixa izinto enifanele nizitsho.”+ Luka 21:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba ndiza kuninika umlomo nobulumko, obo xa bebonke abachasi benu bangayi kukwazi ukubuchasa okanye ukubuphikisa.+
11 Wathi uYehova kuye: “Ngubani na owenze umlomo womntu nowenze isimumu okanye isithulu okanye obona kakuhle okanye imfama? Asindim na, mna Yehova?+
9 UYehova ke wolula isandla sakhe waza wachukumisa ngaso umlomo wam.+ Wandula ke uYehova wathi kum: “Yabona, ndibeke amazwi am emlonyeni wakho.+
15 kuba ndiza kuninika umlomo nobulumko, obo xa bebonke abachasi benu bangayi kukwazi ukubuchasa okanye ukubuphikisa.+