Isaya 43:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 abantu endiziyilele bona, ukuze babalise indumiso yam.+ ISityhilelo 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ufanele, Yehova, Thixo wethu, ukwamkela uzuko+ nembeko+ namandla,+ ngenxa yokuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho+ zabakho yaye zadalwa.”+
11 “Ufanele, Yehova, Thixo wethu, ukwamkela uzuko+ nembeko+ namandla,+ ngenxa yokuba wadala zonke izinto,+ nangenxa yokuthanda kwakho+ zabakho yaye zadalwa.”+