INdumiso 102:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Oku kubhalelwe isizukulwana esizayo;+Nabantu abaza kudalwa baya kumdumisa uYa.+ Isaya 42:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Mabanike uYehova uzuko,+ naseziqithini mabaxele indumiso yakhe.+ Isaya 60:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+ Hebhere 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+
21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+
15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+