2 Kronike 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, kukho izinto ezilungileyo+ ezifunyenweyo kuwe, ngenxa yokuba uye wazitshayela izibonda ezingcwele elizweni+ yaye wayilungisa intliziyo yakho ukuba ufune uTHIXO oyinyaniso.”+ IZenzo 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu
3 Noko ke, kukho izinto ezilungileyo+ ezifunyenweyo kuwe, ngenxa yokuba uye wazitshayela izibonda ezingcwele elizweni+ yaye wayilungisa intliziyo yakho ukuba ufune uTHIXO oyinyaniso.”+
19 “Guqukani,+ ke ngoko, nijike+ khon’ ukuze zicinywe izono zenu,+ ukuze amaxesha okuhlaziya+ eze evela kuYehova ngenkqu