13 Yaye wonke uSirayeli ngokuqinisekileyo uya kumenzela isijwili+ aze amngcwabe, ngenxa yokuba ngulo kuphela ongokaYerobhoham oya kusiwa kwindawo yokungcwaba; ngenxa yokuba kuye kufunyenwe okuthile okulungileyo kuYehova uThixo kaSirayeli endlwini kaYerobhoham.+