1 Kumkani 2:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ukumkani wahlabela mgama wathi kuShimeyi: “Wena ngokwakho uyayazi ngokuqinisekileyo nentliziyo yakho iyazi kakuhle yonke indlela owamenzakalisa ngayo uDavide ubawo;+ kwaye uYehova ngokuqinisekileyo uza kukubuyisela phezu kwentloko yakho oko kwenzakalisa owakwenzayo.+ Estere 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke yena ukumkani, waphakama kwisidlo sewayini enomsindo+ waya emyezweni wasebhotwe; yaye uHaman wema ngeenyawo ukuba awucelele umphefumlo wakhe kuEstere ukumkanikazi,+ kuba wabona ukuba umiselwe+ ububi ngukumkani.+
44 Ukumkani wahlabela mgama wathi kuShimeyi: “Wena ngokwakho uyayazi ngokuqinisekileyo nentliziyo yakho iyazi kakuhle yonke indlela owamenzakalisa ngayo uDavide ubawo;+ kwaye uYehova ngokuqinisekileyo uza kukubuyisela phezu kwentloko yakho oko kwenzakalisa owakwenzayo.+
7 Ke yena ukumkani, waphakama kwisidlo sewayini enomsindo+ waya emyezweni wasebhotwe; yaye uHaman wema ngeenyawo ukuba awucelele umphefumlo wakhe kuEstere ukumkanikazi,+ kuba wabona ukuba umiselwe+ ububi ngukumkani.+