IMizekeliso 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ohamba ngengqibelelo uya kuhamba ngokunqabiseka,+ kodwa ozenza gwenxa iindlela zakhe uya kuzazisa.+ IZenzo 10:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 kodwa kwiintlanga zonke umntu omoyikayo aze asebenze ubulungisa wamkelekile kuye.+ Hebhere 10:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke thina asingabahlehla baye entshabalalweni,+ kodwa siluhlobo olunokholo olugcina umphefumlo uphila.+
9 Ohamba ngengqibelelo uya kuhamba ngokunqabiseka,+ kodwa ozenza gwenxa iindlela zakhe uya kuzazisa.+
39 Ke thina asingabahlehla baye entshabalalweni,+ kodwa siluhlobo olunokholo olugcina umphefumlo uphila.+