IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 37:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngumlomo welungisa othetha ubulumko ngesandi esiphantsi,+

      Yaye lulwimi lwakhe oluthetha okusesikweni.+

  • IMizekeliso 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Thoba indlebe yakho uze uve amazwi ezilumko,+ ukuze uyinikele kanye intliziyo yakho ukwazi kwam.+

  • IMizekeliso 22:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba kuyathandeka ukuba uwagcine esiswini sakho,+ ukuze amiselwe ngokuqinileyo kunye phezu kwemilebe yakho.+

  • Mateyu 12:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Umntu olungileyo ukhupha izinto ezilungileyo kubuncwane bakhe obulungileyo,+ kanti umntu ongendawo kubuncwane bakhe obungendawo ukhupha izinto ezingendawo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share