IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke kaloku inyoka+ yaba yeyona ilumkileyo+ kunawo onke amarhamncwa asendle awayewenzile uYehova uThixo.+ Ngoko yathi kumfazi:+ “Utshilo ngokwenene na uThixo ukuba nize ningadli kuyo yonke imithi yomyezo?”+

  • 1 Samuweli 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye uDavide wahlabela mgama wathi kuSawule: “Kutheni na uphulaphula ilizwi lomntu,+ esithi, ‘Khangela! UDavide ufuna wenzakale’?

  • IMizekeliso 18:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Amazwi omnyelisi anjengento eginywa ngokubawa,+ eyehlela embilinini wesisu.+

  • Roma 16:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+

  • 2 Korinte 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ndinoloyiko lokuba ndifike+ ningeyiyo into endinqwenela ukufika niyiyo, nam ndingeyiyo leyo nindinqwenelela ukuba ndibe yiyo, kodwa, endaweni yoko, kusenokubakho imbambano, ikhwele,+ ukufikelwa ngumsindo, usukuzwano, ukudlan’ izithende, ukuhleba, ukufikelwa kukukhukhumala, izidubedube.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share