IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “‘Uze ungahambi unyelisa phakathi kwabantu bakowenu.+ Uze ungamelani negazi ledlelane lakho.+ NdinguYehova.

  • 1 Samuweli 26:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku inkosi yam ukumkani, mayincede, iphulaphule amazwi omkhonzi wayo: Ukuba nguYehova okuxhokonxileyo nxamnye nam, makeve ke ivumba lomnikelo wokudla okuziinkozo.+ Kodwa ukuba ngoonyana bomntu,+ baqalekisiwe phambi koYehova,+ ngenxa yokuba namhlanje bandigxothile ukuze ndingazivi ndinamathele elifeni likaYehova,+ besithi, ‘Hamba, khonza abanye oothixo!’+

  • INdumiso 101:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+

      Yena ndiyamthulisa.+

      Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+

      Yena andinakumnyamezela.+

  • IMizekeliso 16:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Umntu oliqhophololo uhlala ebangela usukuzwano,+ yaye umnyelisi wahlukanisa abo bazanayo.+

  • IMizekeliso 17:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Umenzi-bubi unikela ingqalelo kumlebe wokwenzakalisa.+ Oxokayo ulubekela indlebe ulwimi olubangela iinkxwaleko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share