Numeri 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko bahlanganisana nxamnye+ noMoses noAron baza bathi kubo: “Kwanele ngani, ngokuba indibano iphela ingcwele+ yaye uYehova uphakathi kwayo.+ Yini na, ke, ukuba niziphakamise phezu kwebandla likaYehova?”+ 2 Samuweli 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!”
3 Ngoko bahlanganisana nxamnye+ noMoses noAron baza bathi kubo: “Kwanele ngani, ngokuba indibano iphela ingcwele+ yaye uYehova uphakathi kwayo.+ Yini na, ke, ukuba niziphakamise phezu kwebandla likaYehova?”+
20 Ke kaloku kwakukho apho indoda elitshivela,+ egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri umBhenjamin; yaye yavuthela isigodlo+ yaza yathi: “Thina asinasabelo kuDavide, singenalo nalifa kunyana kaYese.+ Wonk’ ubani makaye koothixo bakhe,+ Sirayeli!”