IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 22:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Amandla am omile njengeceba lengqayi,+

      Nolwimi lwam lunamatheliswe ezintsinini zam;+

      Yaye wena undibeka eluthulini lokufa.+

  • IMizekeliso 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Umoya womntu unokusinyamezela isifo sakhe;+ kodwa umoya oxhwalekileyo, ngubani na onokuwunyamezela?+

  • 2 Korinte 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba ukuba buhlungu ngendlela yobuthixo kusingisa enguqukweni esa elusindisweni ekungekho kuzisola ngayo;+ kodwa ukuba buhlungu kwehlabathi kuvelisa ukufa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share