IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 10:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ebuninzini bamazwi akusweleki kunxaxha,+ kodwa oyinqandayo imilebe yakhe wenza ngokunengqiqo.+

  • INtshumayeli 10:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye isidenge sithetha amazwi amaninzi.+

      Umntu akakwazi okuya kwenzeka; noko kuya kuza emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?+

  • Yakobi 1:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yazini oku, bazalwana bam abaziintanda. Wonke umntu umele akhawuleze ukuva, acothe ukuthetha,+ acothe ukuqumba;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share