INtshumayeli 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Musa ukukhawuleza ngomlomo wakho; intliziyo yakho+ mayingangxami ukuzisa ilizwi phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kuba uTHIXO oyinyaniso usemazulwini+ kodwa wena usemhlabeni. Kungenxa yoko le nto amazwi akho efanele abe mbalwa.+ INtshumayeli 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye isidenge sithetha amazwi amaninzi.+ Umntu akakwazi okuya kwenzeka; noko kuya kuza emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?+ Yakobi 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Sonke siyakhubeka izihlandlo ezininzi.+ Ukuba kukho nabani na ongakhubeki zwini,+ lowo uyindoda egqibeleleyo,+ ekwaziyo ukuwubamba ngomkhala kwanomzimba wayo uphela.
2 Musa ukukhawuleza ngomlomo wakho; intliziyo yakho+ mayingangxami ukuzisa ilizwi phambi koTHIXO oyinyaniso.+ Kuba uTHIXO oyinyaniso usemazulwini+ kodwa wena usemhlabeni. Kungenxa yoko le nto amazwi akho efanele abe mbalwa.+
14 Yaye isidenge sithetha amazwi amaninzi.+ Umntu akakwazi okuya kwenzeka; noko kuya kuza emva kwakhe, ngubani na onokumxelela?+
2 Sonke siyakhubeka izihlandlo ezininzi.+ Ukuba kukho nabani na ongakhubeki zwini,+ lowo uyindoda egqibeleleyo,+ ekwaziyo ukuwubamba ngomkhala kwanomzimba wayo uphela.