IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 24:67
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 67 Emva koko uIsake wamsa ententeni kaSara unina.+ Waba uyamthabatha ngaloo ndlela uRebheka, waba ngumfazi wakhe;+ wamthanda,+ waza wathuthuzeleka uIsake emva kokulahlekelwa ngunina.+

  • IMizekeliso 12:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Umfazi ofanelekileyo usisithsaba kumnini wakhe,+ kodwa owenza okuziintloni unjengokubola emathanjeni akhe.+

  • IMizekeliso 31:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Umfazi ofanelekileyo ngubani na onokumfumana?+ Ixabiso lakhe lingaphezulu lee kwelekorale.

  • INtshumayeli 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yidla ubomi nomfazi omthandileyo+ ngayo yonke imihla yobomi bakho obulilize akunikileyo Yena phantsi kwelanga, yonke imihla yakho engamampunge, kuba sisabelo sakho eso ebomini+ nasekusebenzeni kwakho nzima okusebenzayo phantsi kwelanga.

  • 1 Korinte 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 kanti, ngenxa yokuxhaphaka kohenyuzo,+ ndoda nganye mayibe nowayo umfazi+ yaye umfazi ngamnye abe neyakhe indoda.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share