IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Wandula ke wathi, ‘Ndicela ukubhikica,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuhlanganisa phakathi kwezithungu emva kwabavuni.’ Ngoko wangena wema ukususela ngelo xesha kusasa de wahlala phantsi ngoku endlwini okwethutyana.”+

  • 2 Kumkani 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ke kaloku kwakukho umfazi othile wakubafazi boonyana+ babaprofeti owadanduluka kuElisha, esithi: “Umkhonzi wakho, indoda yam, ifile; yaye wena wazi kakuhle ukuba umkhonzi wakho uqhubeke emoyika+ uYehova, yaye umbolekisi+ uye weza wabathabatha bobabini abantwana bam ukuba babe ngamakhoboka akhe.”

  • Yakobi 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share