IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 nezindlu ezizele zizinto zonke ezintle ongazizalisanga, namaqula embiweyo ongawembanga, izidiliya neminquma ongayityalanga, wadla wanela,+

  • Yobhi 27:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Uya kulungisa, kodwa ngolilungisa oya kwambatha,+

      Yaye ngulowo umsulwa oya kuba nesabelo kwisilivere.

  • IMizekeliso 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Olungileyo ushiyela oonyana boonyana ilifa, ubutyebi bomoni bugcinelwa ilungisa.+

  • IMizekeliso 28:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Owandisa izinto zakhe zexabiso ngenzala nangenzuzo enkulu+ uziqokelelela lowo ubabala abasweleyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share