INtshumayeli 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+
11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+