2 Kumkani 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wathi ke yena kuye: “Intliziyo yam ayihambanga nawe na njengoko laa ndoda ibijika ukuze yehle enqwelweni yayo ikuhlangabeza? Lixesha lokwamkela isilivere na eli okanye lokwamkela izambatho okanye igcume lomnquma okanye izidiliya okanye izimvu okanye iinkomo okanye izicaka okanye izicakakazi?+ IMizekeliso 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Umntu uba nemihlali ngempendulo yomlomo wakhe,+ yaye hayi indlela elilunge ngayo ilizwi elithethwa ngexesha elifanelekileyo!+ INtshumayeli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+
26 Wathi ke yena kuye: “Intliziyo yam ayihambanga nawe na njengoko laa ndoda ibijika ukuze yehle enqwelweni yayo ikuhlangabeza? Lixesha lokwamkela isilivere na eli okanye lokwamkela izambatho okanye igcume lomnquma okanye izidiliya okanye izimvu okanye iinkomo okanye izicaka okanye izicakakazi?+
23 Umntu uba nemihlali ngempendulo yomlomo wakhe,+ yaye hayi indlela elilunge ngayo ilizwi elithethwa ngexesha elifanelekileyo!+
17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+