Yoshuwa 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwaza kwathi ngexesha lokutshona kwelanga uYoshuwa wayalela, baza baya kubathula ezibondeni+ babaphosa emqolombeni ababezifihle kuwo. Baza babeka amatye amakhulu emlonyeni womqolomba—de kube namhla. 1 Kumkani 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ke yona indlu, ngoxa yayisakhiwa, yayiyeyamatye ekwari+ awayesele egqityiwe ekwakhiweni kwayo; ke zona izando namazembe okanye naziphi na izixhobo zentsimbi, azizange ziviwe endlwini+ ngoxa yayisakhiwa.
27 Kwaza kwathi ngexesha lokutshona kwelanga uYoshuwa wayalela, baza baya kubathula ezibondeni+ babaphosa emqolombeni ababezifihle kuwo. Baza babeka amatye amakhulu emlonyeni womqolomba—de kube namhla.
7 Ke yona indlu, ngoxa yayisakhiwa, yayiyeyamatye ekwari+ awayesele egqityiwe ekwakhiweni kwayo; ke zona izando namazembe okanye naziphi na izixhobo zentsimbi, azizange ziviwe endlwini+ ngoxa yayisakhiwa.