INdumiso 39:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+ Luka 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kwaye ndiza kuthi+ kumphefumlo wam: “Mphefumlo, unezinto ezininzi ezilungileyo eziqwetyelwe iminyaka emininzi; khululeka, yitya, sela, ziyolise.”’+
6 Ngokuqinisekileyo umntu uhambahamba njengesithunzi.+Ngokuqinisekileyo baxokozela ngelize.+Umntu ufumba izinto engazi ukuba ngubani na oya kuzihlanganisa.+
19 kwaye ndiza kuthi+ kumphefumlo wam: “Mphefumlo, unezinto ezininzi ezilungileyo eziqwetyelwe iminyaka emininzi; khululeka, yitya, sela, ziyolise.”’+