IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 23:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Xa uthe wabhambathisa isibhambathiso kuYehova+ uThixo wakho, uze ungacothi ukusifezekisa,+ ngokuba uYehova uThixo wakho uya kusifuna kuwe, kuze ngenene oko kube sisono kuwe.+

  • INdumiso 50:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Nikelani imibulelo njengedini lenu kuThixo,+

      Nize nizifezekise kOyena Uphakamileyo izibhambathiso zenu;+

  • INdumiso 76:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yenzani isibhambathiso nize nisifezekise kuYehova uThixo wenu, nonke nina bamjikelezileyo.+

      Mabamzisele isipho besoyika.+

  • Isaya 19:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYehova uya kuzazisa kumaYiputa;+ amazi uYehova amaYiputa ngaloo mini, kwaye amele anikele umbingelelo nesipho+ yaye amele enze isibhambathiso kuYehova aze asifezekise.+

  • Mateyu 5:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “Kwakhona neva ukuba kwathiwa kwabo bamaxesha amandulo, ‘Uze ungafungi+ ungenzi, kodwa uze uzifezekise izibhambathiso zakho kuYehova.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share