IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 23:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+

      Akanyana waluntu ukuba azisole.+

      Etshilo nje yena akayi kwenza na,

      Ethethile nje akayi kuphumeza na?+

  • Isaya 45:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yeha ke lowo usukuzene noMyili wakhe,+ njengeceba lengqayi namanye amaceba eengqayi zodongwe! Lungatsho na udongwe+ kumbumbi walo ukuthi: “Wenza ntoni na?” Noko ukufezileyo ukuthi: “Akanazandla”?

  • Yeremiya 49:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Khangela! Kuya kunyuka uthile kanye njengengonyama+ ephuma kwintshinyela engaseYordan isiya kwindawo yokuhlala eluqilima,+ kodwa ngephanyazo ndiza kumenza abaleke emke kuyo.+ Nonyuliweyo ndiya kummisela phezu kwayo. Kuba ngubani na onjengam,+ ingubani na noya kundicela umngeni,+ yaye nguwuphi na umalusi onokuma phambi kwam?+

  • Roma 9:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Owu mntundini,+ xa ungubani wena ngokwenene, ukuba ungade uphendulane noThixo?+ Inako kusini na into exonxiweyo ukuthi kulowo uyixonxileyo, “Kutheni undenze ngale ndlela nje?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share