IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndaza mna, ndajika ukuba ndibone ubulumko,+ impambano nobuyatha;+ kuba yintoni na eyenziwa ngumntu wasemhlabeni oza emva kokumkani? Loo nto abantu babesele beyenzile.

  • INtshumayeli 9:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuko oku okuyintlekele kuko konke okwenzekayo phantsi kwelanga, ukuthi, ngenxa yokuba kukho isiphelo esinye kubo bonke,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izaliswe bububi;+ yaye kukho impambano+ entliziyweni yabo ebudeni bexesha lokudla kwabo ubomi, baze emva koko—baye kwabafileyo!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share