IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 7:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Oko kukhoyo kukude yaye kunzulu ngokugqithiseleyo. Ngubani na onokukufumana?+

  • INtshumayeli 11:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kanye njengokuba ungayiqondi ukuba iyini na indlela yomoya emathanjeni asesiswini somithiyo,+ ngokunjalo akuwazi umsebenzi woTHIXO oyinyaniso, owenza izinto zonke.+

  • Daniyeli 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share