-
INtshumayeli 8:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Ndaza ndakubona konke ukusebenza koTHIXO oyinyaniso,+ indlela uluntu olungakwazanga ngayo ukukuqonda okwenziweyo phantsi kwelanga;+ noko ke, kungakhathaliseki ukuba uluntu lusebenza nzima kangakanani na lufuna ukukuqonda, kodwa aluze lukuqonde.+ Kwanokuba lungathi luzizilumko ngokwaneleyo ukuba lukuqonde,+ alunakukuqonda.+
-