IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wowubhiyozela iintsuku ezisixhenxe umthendeleko+ lowo kaYehova uThixo wakho kuloo ndawo aya kuyinyula uYehova, ngokuba uYehova uThixo wakho uya kukusikelela+ kuyo yonke imveliso yakho nakuko konke esikwenzayo isandla sakho, uzaliswe luvuyo kuphela.+

  • IZenzo 10:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 yaza yathi, ‘Korneli, umthandazo wakho uviwe ngokukholekileyo nezipho zakho zenceba zikhunjulwe phambi koThixo.+

  • IZenzo 10:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 kodwa kwiintlanga zonke umntu omoyikayo aze asebenze ubulungisa wamkelekile kuye.+

  • IZenzo 14:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 nangona, eneneni, engazange azishiye yena ngokwakhe ngaphandle kobungqina ngokuba wenza okulungileyo,+ eninika iimvula+ ezivela ezulwini namaxesha emveliso, ezizalisa iintliziyo zenu ngokutya nangokuchwayita.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share