INtshumayeli 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ngubani na okwaziyo okumlungeleyo umntu ebomini+ ngenani lemihla yobomi bakhe obulilize, xa eyichitha njengesithunzi?+ Kuba ngubani na onokumxelela umntu oko kuya kwenzeka emva kwakhe phantsi kwelanga?+
12 Kuba ngubani na okwaziyo okumlungeleyo umntu ebomini+ ngenani lemihla yobomi bakhe obulilize, xa eyichitha njengesithunzi?+ Kuba ngubani na onokumxelela umntu oko kuya kwenzeka emva kwakhe phantsi kwelanga?+