3 Ndakhangela entliziyweni yam ukuba ndichwayitise inyama yam ngewayini,+ ngoxa ndandiyikhokela ngobulumko intliziyo yam,+ kwanangokubamba ubuyatha de ndakubona oko kulungileyo bakwenzileyo oonyana babantu phantsi kwamazulu ngenani lemihla yobomi babo.+