IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngaba uya kubukrwaqula ngamehlo akho na, ekubeni bungeyonto?+ Kuba bona buzenzela amaphiko njengokhozi buze buphaphazele businge emazulwini.+

  • IMizekeliso 27:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 IShiyol nendawo yentshabalalo+ azaneli;+ namehlo omntu akaneliswa.+

  • INtshumayeli 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yiba nemihlali,+ mfana, ebutsheni bakho, uyenzele okulungileyo intliziyo yakho ngemihla yobufana bakho, uze uhambe ngeendlela zentliziyo yakho nangokubona kwamehlo akho.+ Kodwa yazi ukuba ngenxa yezi zinto zonke uTHIXO oyinyaniso uya kukusa ekugwetyweni.+

  • 1 Yohane 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 kuba konke okusehlabathini+—inkanuko yenyama+ nenkanuko yamehlo+ nokuqhayisa ngezinto zobu bomi+—akuphumi kuBawo, kodwa kuphuma ehlabathini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share