INdumiso 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngulowo uhamba ngokungenasiphoso+ eqhelisela ubulungisa+Yaye ethetha inyaniso ngentliziyo yakhe.+ INtshumayeli 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ndathetha mna nentliziyo yam,+ ndathi: “Khangela! Ndizandisele ubulumko kakhulu ngaphezu kwakhe nabani na owakha waphambi kwam eYerusalem,+ intliziyo yam yabona ubulumko obuninzi nokwazi.”+ INtshumayeli 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+
16 Ndathetha mna nentliziyo yam,+ ndathi: “Khangela! Ndizandisele ubulumko kakhulu ngaphezu kwakhe nabani na owakha waphambi kwam eYerusalem,+ intliziyo yam yabona ubulumko obuninzi nokwazi.”+
17 Ndathi mna entliziyweni yam:+ “UTHIXO oyinyaniso uya kugweba ilungisa nongendawo,+ ngokuba kukho ixesha layo yonke imicimbi, nangokuphathelele wonke umsebenzi apho.”+