Genesis 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UMelkitsedeki+ ukumkani waseSalem+ wazisa isonka newayini,+ yaye wayengumbingeleli wOyena Thixo Uphakamileyo.+ 2 Kronike 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+ INtshumayeli 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye ndaba mkhulu ngakumbi ndaza ndanda ngaphezu kwakhe nabani na owakha wakho phambi kwam eYerusalem.+ Ngaphezu koko, ubulumko bam bahlala ibobam.+
18 UMelkitsedeki+ ukumkani waseSalem+ wazisa isonka newayini,+ yaye wayengumbingeleli wOyena Thixo Uphakamileyo.+
12 ubulumko nolwazi uzinikiwe;+ kwanendyebo nobutyebi nembeko ndiya kukunika ekungabangakho unazo kookumkani ababekho phambi kwakho,+ nekungekho bani uya kuba nazo emva kwakho.”+
9 Yaye ndaba mkhulu ngakumbi ndaza ndanda ngaphezu kwakhe nabani na owakha wakho phambi kwam eYerusalem.+ Ngaphezu koko, ubulumko bam bahlala ibobam.+