INgoma yazo iiNgoma 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Izidlele zakho ziyabukeka phakathi kwezo nwele zilukiweyo, intamo yakho phakathi kwamaso.+ INgoma yazo iiNgoma 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Intamo yakho+ injengenqaba+ kaDavide, eyakhiwe ngamatye, ngaphezu kwayo kuxhonywe iwaka lamakhaka, onke amakhaka+ abusazinge amadoda anamandla.
4 Intamo yakho+ injengenqaba+ kaDavide, eyakhiwe ngamatye, ngaphezu kwayo kuxhonywe iwaka lamakhaka, onke amakhaka+ abusazinge amadoda anamandla.