Nehemiya 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 [Emva kwakhe] uPalali unyana kaUzayi [wenza umsebenzi wokulungisa] ngaphambi koDonga Olungaphandle nenqaba ephuma ngeNdlu kaKumkani,+ leyo iphezulu yeNtendelezo Yabalindi.+ Emva kwakhe kwakukho uPedaya unyana kaParoshe.+ INgoma yazo iiNgoma 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Intamo yakho+ injengenqaba yophondo lwendlovu. Amehlo akho+ anjengamachibi aseHeshbhon,+ ngasesangweni laseBhati-rabhim. Impumlo yakho injengenqaba yaseLebhanon, ibheke eDamasko.
25 [Emva kwakhe] uPalali unyana kaUzayi [wenza umsebenzi wokulungisa] ngaphambi koDonga Olungaphandle nenqaba ephuma ngeNdlu kaKumkani,+ leyo iphezulu yeNtendelezo Yabalindi.+ Emva kwakhe kwakukho uPedaya unyana kaParoshe.+
4 Intamo yakho+ injengenqaba yophondo lwendlovu. Amehlo akho+ anjengamachibi aseHeshbhon,+ ngasesangweni laseBhati-rabhim. Impumlo yakho injengenqaba yaseLebhanon, ibheke eDamasko.