2 Samuweli 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaphezu koko, uDavide wathabatha amakhaka+ egolide abusazinge awayekubakhonzi bakaHadadezere, wawazisa eYerusalem. 2 Kumkani 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku umbingeleli wanika iintloko zamakhulu imikhonto namakhaka abusazinge awayengakaKumkani uDavide, awayesendlwini kaYehova.+ Hezekile 27:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Oonyana baseArvadi,+ wona kanye umkhosi wamajoni akho, babekumacala onke eendonga zakho, namadoda anobukroti ayesezinqabeni zakho. Amakhaka awo abusazinge awaxhoma macala onke eendonga zakho.+ Wona abugqibelelisa ubuhle bakho.
7 Ngaphezu koko, uDavide wathabatha amakhaka+ egolide abusazinge awayekubakhonzi bakaHadadezere, wawazisa eYerusalem.
10 Ke kaloku umbingeleli wanika iintloko zamakhulu imikhonto namakhaka abusazinge awayengakaKumkani uDavide, awayesendlwini kaYehova.+
11 Oonyana baseArvadi,+ wona kanye umkhosi wamajoni akho, babekumacala onke eendonga zakho, namadoda anobukroti ayesezinqabeni zakho. Amakhaka awo abusazinge awaxhoma macala onke eendonga zakho.+ Wona abugqibelelisa ubuhle bakho.