IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 30:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Wena ke, zithabathele obona bulawu bubalaseleyo:+ amagaqa emore+ abe ngumlinganiselo wamakhulu amahlanu, nesinamon emnandi+ esisiqingatha soko, ibe ngumlinganiselo wamakhulu amabini anamashumi amahlanu, nekalamo emnandi+ ibe ngumlinganiselo wamakhulu amabini anamashumi amahlanu,

  • Estere 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye xa kwakufika ithuba lebhinqa ngalinye lokuba lingene kuKumkani uAhaswerosi emva kokuba kwakusele kwenzekile kulo ngokommiselo wabafazi iinyanga ezilishumi elinesibini, kuba leyo yayiyindlela eyayizaliseka ngayo imihla yenkqubo yokuthanjiswa kwawo, iinyanga ezintandathu ngeoli yemore+ neenyanga ezintandathu ngeoli yebhalsam+ nangezinto zokuthambisa zabafazi;

  • INdumiso 45:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Zonke izambatho zakho ziyimore nekhala nekasiya;+

      Ebhotweni elizukileyo leempondo zendlovu+ imirhubhe ikwenze wanemihlali.

  • INgoma yazo iiNgoma 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Ide iphole imini+ anabe amathunzi, ndiya kuhamba ndiye entabeni yemore nakwinduli yentlaka yokuqhumisa.”+

  • INgoma yazo iiNgoma 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Izidlele zaso zinjengomyezo weziqholo,+ iinqaba zezityalo zokuqhola. Imilebe yaso ziinyibiba ezivuza ulwelo lwemore.+

  • Yohane 19:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 KwanoNikodemo, lowo wezayo kuye ebusuku ekuqaleni, wafika ezise umqulu wemore nekhala, malunga nekhulu leeponti zawo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share