IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 43:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngoko uSirayeli uyise wathi kubo: “Ukuba, ke, kunjalo,+ yenzani oku: Fakani eyona mveliso intle yelizwe kwizikhongozelo zenu nize nihle nayo, niphathele indoda leyo njengesipho:+ intwana yebhalsam,+ nentwana yobusi,+ intlaka emhlophe nentlaka emnandi,+ iinkozo zepistasi neeamangile.+

  • 1 Kumkani 10:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ekugqibeleni wafika eYerusalem nomkhoko omkhulu kakhulu,+ iinkamela+ zithwele ioli yebhalsam+ negolide eninzi namatye axabisekileyo; yaye wafika kuSolomon waza wathetha kuye ngako konke okwakusentliziyweni yakhe.+

  • 2 Kumkani 20:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye uHezekiya wabaphulaphula waza wababonisa yonke indlu yakhe yobuncwane,+ isilivere negolide+ neoli yebhalsam+ neoli elungileyo nendawo yakhe yokugcina izikrweqe nako konke okwafumanekayo kubuncwane bakhe. Akuzange kubekho nto angazange ababonise yona uHezekiya endlwini yakhe nakulo lonke ulawulo lwakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share