IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 2:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Kwaza kwatyumka konke, intsimbi nodongwe oluxonxiweyo nobhedu nesilivere negolide, zaba njengomququ wesanda sasehlotyeni,+ kwafika umoya waziphephetha, awafunyanwa konke konke umkhondo wazo.+ Lasuka ilitye elabetha umfanekiso lowo, laba yintaba enkulu, lazalisa umhlaba uphela.+

  • Zekariya 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ndiza kubuyela eZiyon+ ndize ndihlale phakathi kweYerusalem;+ yaye ngokuqinisekileyo iYerusalem iya kubizwa ngokuba sisixeko senyaniso,+ nentaba kaYehova+ wemikhosi ngokuba yintaba engcwele.’”+

  • Hebhere 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+

  • ISityhilelo 21:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko yandithwala ngamandla omoya yandisa kuyo intaba+ enkulu nephakamileyo, yaza yandibonisa isixeko+ esingcwele, iYerusalem, sisihla siphuma ezulwini kuThixo+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share