IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 17:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kwathi ngenxa yokuba oonyana bakaSirayeli babemonile+ uYehova uThixo wabo, owabakhupha ezweni laseYiputa phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa,+ baza baqalisa ukoyika abanye oothixo;+

  • 2 Kumkani 22:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Hambani, niye kubuza+ kuYehova ngenxa yam nangenxa yabantu nangenxa kaYuda wonke ngokuphathelele amazwi ale ncwadi efunyenweyo; kuba kukhulu ukuvutha komsindo kaYehova+ nxamnye nathi ngenxa yokuba ookhokho bethu+ bengazange bawaphulaphule amazwi ale ncwadi ngokwenza ngokuvisisana nako konke okubhalwe ngathi.”+

  • Hezekile 20:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “‘“Kodwa bona, ndlu kaSirayeli, bandivukela entlango.+ Abazange bahambe ngemimiselo yam,+ nezigwebo zam bazigatya,+ ezo, ukuba umntu ebengazenza, ebeya kuqhubeka ephila ngazo.+ Neesabatha zam bazihlambela kakhulu,+ kangangokuba ndathembisa ukukuphalazela kubo entlango ukuvutha komsindo wam, ukuze ndibatshabalalise.+

  • Daniyeli 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 sonile,+ senza ububi, senza ngokungendawo saza savukela;+ yaye siphambukile kwimiyalelo yakho nakwimimiselo yakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share