Isaya 60:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso. Zekariya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye mna kuyo,” utsho uYehova, “ndiya kuba ludonga lomlilo macala onke,+ kwaye ndiya kuba luzuko phakathi kwayo.”’”+
18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso.
5 Yaye mna kuyo,” utsho uYehova, “ndiya kuba ludonga lomlilo macala onke,+ kwaye ndiya kuba luzuko phakathi kwayo.”’”+