IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+

  • Isaya 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+

  • Isaya 54:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Uya kumiselwa ngokuqinileyo ngobulungisa.+ Uya kuba kude nengcinezelo+—kuba akuyi koyika nto—nayo nantoni na enkwantyisayo, kuba ayiyi kusondela kuwe.+

  • Zekariya 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ndiza kumisa inkampu ngasendlwini yam,+ ukuze kungabikho bani udlulayo nobuyayo; kungabi sadlula induna kubo,+ kuba ngoku ndikubonile oku ngamehlo am.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share