Isaya 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngaloo mini+ kuya kuvunywa le ngoma+ elizweni lakwaYuda:+ “Sinesixeko esomeleleyo.+ Umisa iindonga nongqameko zibe lusindiso.+ 1 Korinte 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ukuba nabani na utshabalalisa itempile kaThixo, uThixo uya kumtshabalalisa;+ kuba itempile kaThixo ingcwele,+ tempile leyo+ eniyiyo nina.+ ISityhilelo 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Emva koko ndeva oko kwakungathi lilizwi elikhulu lesihlwele esikhulu ezulwini.+ Sathi: “Dumisani uYa!+ Usindiso+ nozuko namandla ngakaThixo wethu,+
26 Ngaloo mini+ kuya kuvunywa le ngoma+ elizweni lakwaYuda:+ “Sinesixeko esomeleleyo.+ Umisa iindonga nongqameko zibe lusindiso.+
17 Ukuba nabani na utshabalalisa itempile kaThixo, uThixo uya kumtshabalalisa;+ kuba itempile kaThixo ingcwele,+ tempile leyo+ eniyiyo nina.+
19 Emva koko ndeva oko kwakungathi lilizwi elikhulu lesihlwele esikhulu ezulwini.+ Sathi: “Dumisani uYa!+ Usindiso+ nozuko namandla ngakaThixo wethu,+