IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”

  • Duteronomi 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye luluphi na uhlanga olukhulu olunemimiselo nezigwebo zobulungisa njengalo mthetho wonke ndiwubekayo phambi kwenu namhlanje?+

  • Malaki 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Yaye ngokuqinisekileyo baya kuba ngabam,”+ utsho uYehova wemikhosi, “ngemini yokuvelisa kwam inqobo.+ Kwaye ndiza kubabonisa imfesane, kanye njengomntu obonisa imfesane kunyana wakhe omkhonzayo.+

  • IZenzo 2:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 bemdumisa uThixo kwaye bekholeka ebantwini bonke.+ Kwangaxeshanye uYehova waqhubeka ehlomela+ kubo mihla le abo basindiswayo.+

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share