IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 72:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ngomhla wakhe uya kuhluma olilungisa,+

      Nobuninzi boxolo ide ingabi sabakho inyanga.+

  • Isaya 60:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Akuyi kuba saviwa lugonyamelo elizweni lakho, ukuphangwa nokuwa phakathi kwemida yakho.+ Kwaye ngokuqinisekileyo uya kubiza iindonga zakho ngokuthi uSindiso+ namasango akho uthi iNdumiso.

  • Mika 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngokuqinisekileyo uya kunikela umgwebo phakathi kwezizwana ezininzi,+ alungelelanise imicimbi+ ngokuphathelele iintlanga ezinamandla ezikude.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+

  • Mateyu 5:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Ke mna, ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nibathandazele abo banitshutshisayo;+

  • Mateyu 26:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share