IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye ezo zangenayo, inkunzi nemazi yohlobo ngalunye lwenyama, zangena kanye njengoko uThixo wayemyalele. Emva koko uYehova waluvala ucango emva kwakhe.+

  • Eksodus 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Nithabathe isipha sehisope,+ nisithi nkxu egazini elisesityeni nize niqabe kumphezulu womnyango nakwimigubasi emibini ngegazi elisesityeni; yaye ze kungaphumi namnye kuni ngomnyango wendlu yakhe kude kuse.

  • INdumiso 32:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Uyindawo yam yokuzifihla; uya kundilondoloza ekubandezelekeni.+

      Uya kundingqonga ngentswahla yemivuyo yokusindiswa.+ Seʹlah.

  • INdumiso 91:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ngeentsiba zakhe uya kuthintela kungasondeli nto kuwe,+

      Wena uya kusabela phantsi kwamaphiko akhe.+

      Inyaniso yakhe+ iya kuba likhaka elikhulu+ nesikhuselo.

  • IMizekeliso 18:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yinqaba eyomeleleyo+ igama likaYehova. Ilungisa libalekela kulo lize likhuseleke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share