INdumiso 80:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wawenza wemka umdiliya eYiputa.+Wazigxotha iintlanga, ukuze uwutyale.+ Yeremiya 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+ Mateyu 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Yivani omnye umzekeliso: Kwakukho umntu, umnini-ndlu,+ owatyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini kuso, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo.+
21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+
33 “Yivani omnye umzekeliso: Kwakukho umntu, umnini-ndlu,+ owatyala isidiliya, wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini kuso, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi, waza wahambela kwenye indawo.+