IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kwaye yemba kuso yasusa amatye yaza yatyala kuso umdiliya obomvu wohlobo, yakha inqaba phakathi kwaso.+ Yemba nesixovulelo sewayini kuso.+ Kwaye yahlala inethemba lokuba uya kuvelisa iidiliya,+ suka wona wavelisa iidiliya zasendle.+

  • Yeremiya 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share