2 Samuweli 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa abantu abangamatshivela+ bayagxothwa bemke,+ njengamatyholo anameva,+ bonke;Kuba afanele angathatyathwa ngesandla. Isaya 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UKhanyiso lwakwaSirayeli+ lumele lube ngumlilo,+ naLowo Ungcwele wakhe abe lidangatye;+ yaye limele litshise lize liludle lilugqibe ukhula namatyholo anameva+ ngamini-nye. Hebhere 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ukuba uvelisa ameva nenkunzane, uyagatywa, uqalekiswe;+ uze uphelele ekutshisweni.+
6 Kodwa abantu abangamatshivela+ bayagxothwa bemke,+ njengamatyholo anameva,+ bonke;Kuba afanele angathatyathwa ngesandla.
17 UKhanyiso lwakwaSirayeli+ lumele lube ngumlilo,+ naLowo Ungcwele wakhe abe lidangatye;+ yaye limele litshise lize liludle lilugqibe ukhula namatyholo anameva+ ngamini-nye.