Isaya 7:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye zonke iintaba ekwakufudula kususwa kuzo izityalo eziyinkathazo ngamakhuba—akuyi kuya kuzo ngenxa yokoyika amatyholo anameva nokhula; ziya kuba ngamadlelo eenkomo nezimvu.”+ Isaya 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Izixeko zaseArohere+ ezishiywe ngasemva ziba ziindawo zemihlambi, apho okunene ibutha khona, kungabikho bani uyingcangcazelisayo.+ Isaya 32:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba inqaba yokuhlala ilahliwe,+ isiphithiphithi sesixeko sishiyiwe; iOfeli+ nemboniselo ziya kuba yimihlaba engenanto, kangangexesha elingenammiselo ukugcoba kwamaqwarhashe, idlelo lemihlambi;
25 Yaye zonke iintaba ekwakufudula kususwa kuzo izityalo eziyinkathazo ngamakhuba—akuyi kuya kuzo ngenxa yokoyika amatyholo anameva nokhula; ziya kuba ngamadlelo eenkomo nezimvu.”+
2 Izixeko zaseArohere+ ezishiywe ngasemva ziba ziindawo zemihlambi, apho okunene ibutha khona, kungabikho bani uyingcangcazelisayo.+
14 Kuba inqaba yokuhlala ilahliwe,+ isiphithiphithi sesixeko sishiyiwe; iOfeli+ nemboniselo ziya kuba yimihlaba engenanto, kangangexesha elingenammiselo ukugcoba kwamaqwarhashe, idlelo lemihlambi;