2 Kumkani 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nezindlu zawo onke amadoda abalaseleyo wazitshisa ngomlilo.+ Isaya 27:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba isixeko esinqatyisiweyo siya kuba sodwa, idlelo liya kushiywa lodwa yaye liya kushiywa njengentlango.+ Ithole lenkomo liya kudla apho, libuthe khona; yaye okunene yena uya kuwadla amasebe aso.+
9 Yaye wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nezindlu zawo onke amadoda abalaseleyo wazitshisa ngomlilo.+
10 Kuba isixeko esinqatyisiweyo siya kuba sodwa, idlelo liya kushiywa lodwa yaye liya kushiywa njengentlango.+ Ithole lenkomo liya kudla apho, libuthe khona; yaye okunene yena uya kuwadla amasebe aso.+